Yho (Yho yho) Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo) Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo) Sak' cela igood time ungayincishi Phokotho mayifuze uMapintsh Ithandwa sam sihlala ez'lalini Ndisekapa ndithe mangandilindi Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo) Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo) Sak' cela igood time ungayincishi Phokotho mayifuze uMapintsh Ithandwa sam sihlala ez'lalini Ndisekapa ndithe mangandilindi Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight Yho Ndithe nditouch down bandinika into zam bayaz' thola ekasi' lam ndiyiheavyweight Pusha iminyaka neminyaka but klonyaka ispaji sotyeba njengoHeavy K Ringa charlie ithin' iwey ingathi une issue Medi zakhala uba andikho kuyabhora Ringa i6-9 charlie iziku costa Suicide door convoy sivaya ngeCorsa I'm back in motion mpilo yam ingathi yimovie Ndis' starring kulegame andina number plate Iwey zam ndiz' philisa ebsuku iimedi ziy2 zibal'imali yam le yidouble date From eKapa to eMonti kuthiwa ndiyabizwa Khaltsha to Alex kuthiwa ndiyasikha Cruiserweight champ yaseBhayi icela ipicture Featherweight champ yaseJozi iyaboniswa Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo) Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo) Sak' cela igood time ungayincishi Phokotho mayifuze uMapintsh Ithandwa sam sihlala ez'lalini Ndisekapa ndithe mangandilindi Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo) Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo) Sak' cela igood time ungayincishi Phokotho mayifuze uMapintsh Ithandwa sam sihlala ez'lalini Ndisekapa ndithe mangandilindi Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight Before uchecke in log(A) in Before ndithenga idladla ndifuna imink Andifuni mfazi oy1 ndifuna itwins Ya ndifuna impumelelo before ndicishe Because idlela yam oko ndisokolo Mid day studio sitshitsha ibes'smokolo Yena ulova usekas' ubusy yinombolo Andithembi kwa ezwey zibha ne condom But ndiphez' kwezinto okwes'ciko Hay sundibamba nditshisa okomlilo And yamnandi into yamva umsindo Hood heavyweight nditya impilo Settlers N2 zone 2 Uba ndifuna imali veske ndivule uPro Tools Uba ufuna undibona khaw' vule icheque book Ucinga uyandi skima because undithwasa kuFacebook Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo) Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo) Sak' cela igood time ungayincishi Phokotho mayifuze uMapintsh Ithandwa sam sihlala ez'lalini Ndisekapa ndithe mangandilindi Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo) Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo) Sak' cela igood time ungayincishi Phokotho mayifuze uMapintsh Ithandwa sam sihlala ez'lalini Ndisekapa ndithe mangandilindi Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight